Bible App logo
Search Icon

Eyokuqala ka‐Samyali 16:13

Eyokuqala ka‐Samyali 16:13 XHO1902A

Wandula u‐Samyali watabata upondo oluneoli, wamtambisa pakati kwabakuluwe bake: wati umoya kayehova wehla pezu kwo‐Davide kwa semhleni lowo nangasemva. Wesuka ke u‐Samyali, waya e‐Rama.

Free Reading Plans and Devotionals related to Eyokuqala ka‐Samyali 16:13