Eyokuqala ka‐Samyali 15:22
Eyokuqala ka‐Samyali 15:22 XHO1902A
Waza u‐Samyali wati: Uyehova uyakoliswa ngamadini okutshiswa nemibingo na, njengokuba ekoliswa kukuva ilizwi likayehova? Bona ke, ukuva kulungile ngapezu kwombingo, nokupulapula ngapezu kwenqata lenkunzi zegusha.





