Bible App logo
Search Icon

Eyokuqala ka‐Samyali 11:6-7

Eyokuqala ka‐Samyali 11:6-7 XHO1902A

Wandula umoya katixo wamqubula u‐Saule, akuva lamazwi, yati ingqumbo yake yavuta kunene. Watabata isibini senkabi, wazihlahla, wazituma kuyo yonke imida yakwa‐Sirayeli ngezandla zezigidimi, kusitwa: Osukuba engapumi emva kwo‐Saule nasemva kwo‐Samyali, kuya kwenziwa njalo kuzo inkabi zake. Lwaza ’ulwoyiko lukatixo lwawa pezu kwabantu, bada bapuma njengomntu mnye.

Free Reading Plans and Devotionals related to Eyokuqala ka‐Samyali 11:6-7