Eyokuqala yokumkani 8:56
Eyokuqala yokumkani 8:56 XHO1902A
Makabongwe uyehova, obanikileyo abantu bake o‐Sirayeli ukupumla, njengoko konke akutetileyo: akutshitshanga nanye indawo kulo lonke ilizwi lake elilungileyo, abeliteta ngesandla sika‐Mosesi isicaka sake.





