Eyokuqala yokumkani 3:5
Eyokuqala yokumkani 3:5 XHO1902A
e‐Gibeyone wabonakala uyehova ku‐Solomone ngepupa ebusuku; waza utixo wati: Cela into endiya kuyinika kuwe.