Bible App logo
Search Icon

Eyokuqala yokumkani 19:9

Eyokuqala yokumkani 19:9 XHO1902A

Wada wafika kona emqolombeni, walalisa apo; kekaloku bona ke, ilizwi likayehova leza kuye, lati kuye: Wenza nto nina apa, Elija?

Free Reading Plans and Devotionals related to Eyokuqala yokumkani 19:9