Bible App logo
Search Icon

Eyokuqala yokumkani 19:21

Eyokuqala yokumkani 19:21 XHO1902A

Waza wabuya kuye, watabata isibini senkabi, wazibinga, wapeka inyama yazo ngempahla zenkabi, wanika ebantwini, baza badla. Wandula wesuka, wamlandela u‐Elija, wamkonza.

Free Reading Plans and Devotionals related to Eyokuqala yokumkani 19:21