Eyokuqala yokumkani 19:20
Eyokuqala yokumkani 19:20 XHO1902A
Waseleshiya inkabi, wabaleka emva kwo‐Elija, wati: Makendange ubawo noma, ndandule ukulandela wena. Wayesiti kuye: Hamba, buya; ngokuba kuyinto nina endiyenzileyo kuwe?