Eyokuqala yokumkani 19:19
Eyokuqala yokumkani 19:19 XHO1902A
Wasuka wemka apo, wamfumana u‐Elisha unyana ka‐Shafate, obepulusha ngezibini zenkabi zilishumi linesibini pambi kwake, waye yena eneseshumi linesibini: waza u‐Elija wamdlula, waposa ingubo yake pezu kwake.





