Eyokuqala yokumkani 19:13
Eyokuqala yokumkani 19:13 XHO1902A
Kwaza kwati, akuva lona u‐Elija, wagqubutela ubuso bake ngengubo yake, wapuma, wema emnyango womqolomba. Kekaloku bona ke, kweza kuye ilizwi, elati: Wenza nto nina apa, Elija?