Eyokuqala yokumkani 19:11
Eyokuqala yokumkani 19:11 XHO1902A
Wati ke: Puma, ume entabeni pambi kwoyehova. Kekaloku bona ke, uyehova wadlula, wati umoya omkulu onamandla wazirazula intaba, waqekeza namawa, pambi kwoyehova; ebengeko emoyeni uyehova: nasemva kwomoya bekuko isingcangcazelo somhlaba; ebengeko esingcangcazelweni somhlaba uyehova:





