Eyokuqala yokumkani 14:8
Eyokuqala yokumkani 14:8 XHO1902A
ndaṙazula ubukumkani kuyo indlu ka‐Davide, ndabunika kuwe; nokuba ungabanga njengesicaka sam u‐Davide, owagcinayo imiyalelo yam, nowandilandelayo ngayo yonke intliziyo yake, ukwenza oko kufaneleyo emehlweni am kodwa;





