Bible App logo
Search Icon

Eyokuqala incwadi ka‐Johane 5:3-4

Eyokuqala incwadi ka‐Johane 5:3-4 XHO1902A

Ngokuba lulo olu utando lukatixo, ukuba siyigcine imiyalelo yake: imiyalelo yake ayinzima ke. Ngokuba konke okuzelweyo ngutixo kuloyisa ilizwe: lulo olu ke ulwoyiso oluloyisayo ilizwe, ukolo lwetu.

Free Reading Plans and Devotionals related to Eyokuqala incwadi ka‐Johane 5:3-4