Eyokuqala incwadi ka‐Johane 4:7
Eyokuqala incwadi ka‐Johane 4:7 XHO1902A
BATANDWA! masitandane: ngokuba utando luvela kutixo; nosukuba etanda, yena uzelwe ngutixo, uyamazi utixo kanjako.