YouVersion Logo
Search Icon

Eyokuqala incwadi ka‐Johane 4:20

Eyokuqala incwadi ka‐Johane 4:20 XHO1902A

Xeshekweni umntu atshoyo ukuti: Ndiyamtanda utixo, kanti utiya umzalwana wake, ulixoki; ngokuba lowo ungamtandiyo umzalwana wake ambonileyo, angati nina ukumtanda utixo angambonileyo?

Verse Image for Eyokuqala incwadi ka‐Johane 4:20

Eyokuqala incwadi ka‐Johane 4:20 - Xeshekweni umntu atshoyo ukuti: Ndiyamtanda utixo, kanti utiya umzalwana wake, ulixoki; ngokuba lowo ungamtandiyo umzalwana wake ambonileyo, angati nina ukumtanda utixo angambonileyo?

Free Reading Plans and Devotionals related to Eyokuqala incwadi ka‐Johane 4:20