Eyokuqala incwadi ka‐Johane 4:1-2
Eyokuqala incwadi ka‐Johane 4:1-2 XHO1902A
Batandwa! ningakolwa ngomoya bonke, niti nibalinge omoya, ukuba bavela kutixo na: ngokuba abaprofite ababuxoki abaninzi bepumile bangena elizweni. Ngako oku niyamazi umoya katixo: Bonke omoya abavumayo u‐Yesu Kristu ukuba uzile enyameni bavela kutixo;






