YouVersion Logo
Search Icon

Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 8:1-2

Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 8:1-2 XHO1902A

KEKALOKU ngazo izinto ezibingelweyo izitixo, siyazi ukuba sinokwazi sonke. Ukwazi kuyavutelanisa, kodwa utando luyamisa. Ukuba ke umntu uba uyayazi into, akakazi luto njengokuba efanele ukulwazi.

Free Reading Plans and Devotionals related to Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 8:1-2