Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 4:5
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 4:5 XHO1902A
Kwa njalo ke ningagwebi into lingekabiko ixesha, ide ifike INKOSI, eya kuti nezinto ezifihlakeleyo zobumnyama azizise ekuhleni, namaqinga entliziyo awabonakalise: bandule oko bonke ngabanye babe nodunyiswa lwabo KUTIXO.





