Eyokuqala yezikronike 28:9
Eyokuqala yezikronike 28:9 XHO1902A
Nawe, Solomone, nyana wam! yazi ke utixo kayihlo, umkonze ngentliziyo ekolisekileyo, nangompefumlo ovumayo: ngokuba uyehova ebuza intliziyo zonke, nako konke ukucinga kwenkumbulo nyakuqonda: ukuba uyamfuna, wofunyanwa nguwe; kanti ukuba uyamshiya, wokulahla kude kube ngunapakade.


![[Kainos] the Power of Team Eyokuqala yezikronike 28:9 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)](/_next/image?url=https%3A%2F%2Fimageproxy.youversionapi.com%2Fhttps%3A%2F%2Fs3.amazonaws.com%2Fyvplans%2F32335%2F1440x810.jpg&w=3840&q=75)


