Eyokuqala yezikronike 16:36
Eyokuqala yezikronike 16:36 XHO1902A
Makabongwe uyehova, utixo wo‐Sirayeli, kwa kunapakade kude kube ngunapakade! Baza bati bonke abantu: Amene! bamdumisa uyehova.