IziBhalo kaloku zithi: “Lowo ukholwayo kuye akayi kudaniswa.” Ke ngoko akukho mahluko phakathi komJuda nowolunye uhlanga, kuba le Nkosi inye ikwayinkosi yabo bonke. Kaloku ibasikelela ngesisa ngendyebo yayo bonke abo bazibika kuyo, kuba: “Lowo uzibika ebiza igama leNkosi wosindiswa.”
Read KWABASEROMA 10
Share
Compare All Versions: KWABASEROMA 10:11-13
Save verses, read offline, watch teaching clips, and more!
YouVersion uses cookies to personalize your experience. By using our website, you accept our use of cookies as described in our Privacy Policy
Home
Bible
Plans
Videos