ISITYHILELO 22:17
ISITYHILELO 22:17 XHO96
UMoya kunye nomtshakazi bathi: “Yiza” Wonke umntu ovayo makathi: “Yiza!” Wonke umntu onxaniweyo makeze. Makawasele amanzi obomi; asisisa kwabo bawafunayo.