IINDUMISO 18:2
IINDUMISO 18:2 XHO96
NguNdikhoyo iliwa lam; nguye inqaba yam; nguye umkhuseli wam. Xa ndizimele ngoThixo wam ndihlala ndikhuselekile. Nguye ikhaka lam, nguye ondigcina ndifihlakele.