IINDUMISO 103:10-11
IINDUMISO 103:10-11 XHO96
Akasohlwayi njengoko sifanelwe kukohlwaywa, engaziphindezeli ngokwezigqitho zethu. Kungangokuba kude kwesibhakabhaka emhlabeni ukubalasela kwezibele zakhe kwabamhlonelayo