IZAFOBE 8:10-11
IZAFOBE 8:10-11 XHO96
Nawe ke, yamkela ingqeqesho kunesiliva; ndithi thatha ulwazi kuneyona golide. Mna bulumko ndiyawagqitha namatye exabiso; nakwiindidi zobutyebi mna andidlulwa nto.