YouVersion Logo
Search Icon

IZAFOBE 2:21-22

IZAFOBE 2:21-22 XHO96

Kaloku ngabantu abanyanisekileyo abaya kuma kweli lizwe; ewe, ngâbo bamsulwa abaya kuhlala behleli kulo. Ke bona abantu abakhohlakeleyo baya kunqanyulwa elizweni; abo bangamatshijolo baya kuncothulwa kulo.