EYASENTLANGO 23:19
EYASENTLANGO 23:19 XHO96
UThixo yena akamntu; akaxoki, akaguqu-guquki okomntu. Akakufezekisi na akuthembisileyo? Akakuphumelelisi na akuthethileyo?