YouVersion Logo
Search Icon

UMATEWU 24:37-39

UMATEWU 24:37-39 XHO96

Njengoko kwakunjalo ngemihla kaNowa, koba kwanjalo ukufika kwakhe uNyana woLuntu. Njengokuba babesithi ngemihla yangaphambi konogumbe badle, basele, bazeke, bendise, kwada kwayimini yokungena kukaNowa enqanaweni, bengaqondi, wada wafika unogumbe wabakhukulisa bonke, koba kwanjalo ukufika kwakhe uNyana woLuntu.

Free Reading Plans and Devotionals related to UMATEWU 24:37-39