YouVersion Logo
Search Icon

ULUKA 13:18-19

ULUKA 13:18-19 XHO96

Ke uYesu wathi: “Lufana nantoni na ulawulo lukaThixo? Ndingaluzekelisa ngamzekeliso mni na? Lufana nokhozo lwembewu yemostade, awaluthathayo umntu, waluhlwayela esitiyeni sakhe, lwaza lwakhula lwaba ngumthi, zathi iintaka zakha iindlwane zazo emasebeni awo.”

Free Reading Plans and Devotionals related to ULUKA 13:18-19