UYOSHUWA 2:8-9
UYOSHUWA 2:8-9 XHO96
Ngaphambi kokuba zilale ezo ntlola, uRahabhi waya kuzo phezu kwendlu, wafika wathi: “Ndiyazi ukuba *uNdikhoyo ulinike nina eli lizwe. Bonke abemi beli lizwe bayankwantya nini; boyika ngokokude baphelelwe ngamandla.





