UISAYA 57:15-16
UISAYA 57:15-16 XHO96
Utsho uThixo ophakamileyo, uThixo oyedwa ophila ngonaphakade: “Ndihlala emajuku-jukwini angayiwayo, kanti ndiyahlala nasebantwini – kwabo bazinikelayo bathobekileyo – ukuze ndibahlaziye abathobekileyo, ndibakhuthaze abo bazinikelayo. Andiyi kusoloko ndibamangalela abantu, ndingayi kusoloko ndisilwa nabo, hleze umntu atyhafe, adane lowo ndimenzileyo.





