UISAYA 57:1
UISAYA 57:1 XHO96
Amalungisa ayafa, kungabikho mntu ukhathalayo; abantu benene bayahamba, kungabikho bani uqondayo – bona bayafa ngenxa yobubi.