UISAYA 40:26
UISAYA 40:26 XHO96
Khawujonge phezulu esibhakabhakeni; zidalwe ngubani ezi zinto? Lo uzikhokela njengomkhosi iinkwenkwezi yena uyalazi nenani lazo. Uzibiza ngamagama zonke ngazinye; ewe, akanganganto amandla akhe, ngoko akunakulahleka nob' ibe nye.





