KWABASE-EFESE 5:1-2
KWABASE-EFESE 5:1-2 XHO96
Njengoko ke ningabantwana bakaThixo abaziintanda, fuzani yena. Hlalani nithandana kanye ngale ndlela wanithanda ngayo uKrestu. Yena wazincama ngenxa yenu, wazenza umnikelo nedini elivumba limnandi kuThixo.