UHLAZIYO-MNQOPHISO 7:6
UHLAZIYO-MNQOPHISO 7:6 XHO96
Le nto ke noyenza kuba kaloku nina niyimilowo kaNdikhoyo uThixo wenu. Kaloku kuzo zonke izizwe zehlabathi uNdikhoyo uThixo wenu uninyulele ukuze nibe ngabantu abalibango lakhe elilodwa.