UHLAZIYO-MNQOPHISO 4:9
UHLAZIYO-MNQOPHISO 4:9 XHO96
Lumkani ke, nizigcine ubomi benu bonke, hleze nikulibale konke enakubonayo ngamehlo enu, kulibaleke nakwiinkumbulo zenu. Ze nibalisele abantwana benu, ngokunjalo nabazukulwana