UMSEBENZI WABATHUNYWA 20:32
UMSEBENZI WABATHUNYWA 20:32 XHO96
“Ngoko ke ndiyambongoza uThixo ukuba makanikhusele. Uya kunakha ngodaba lwesisa sakhe, olunamandla okunenza nilixhamle ilifa kunye nabo bonke abantu bakhe.