UMSEBENZI WABATHUNYWA 20:24
UMSEBENZI WABATHUNYWA 20:24 XHO96
Kodwa kum ukuphila akubalulekanga ngaphezu kokuba ndilufeze ubizo lwam, ndiwugqibe umsebenzi endawunikwa yiNkosi wokuvakalisa iindaba ezimnandi zesisa sikaThixo.