2 YOOKUMKANI 7:3
2 YOOKUMKANI 7:3 XHO96
Ke kaloku esangweni lesixeko phaya kwakukho amadoda amane awayeneqhenqa. Athetha-thethana athi: “Ngani ukuba sihlale apha side sife?