2 YOOKUMKANI 22:20
2 YOOKUMKANI 22:20 XHO96
Ngoko ke ndiya kukubuyisela kooyihlo, ungcwatywe ngoxolo. Awakho amehlo akasayi kusibona isithwakumbe endiza kusithoba phezu kweli lizwe.’ ” Loo mpendulo ke bâya kuyixelela ukumkani.