1 KASAMWELI 3:9-10
1 KASAMWELI 3:9-10 XHO96
Wathi uEli kuye: “Hamba wena, yiya kulala. Xa ubuye weva ubizwa, uze uthi: ‘Thetha, Ndikhoyo; isicaka sakho siphulapule.’ ” Waya kulala ke uSamweli emandlalweni wakhe. Waza uNdikhoyo weza wema apho, wabiza kwakhona esithi: “Samweli! Samweli!” Wasabela uSamweli wathi: “Thetha; siphulaphule isicaka sakho.”





