UZEKARIYA 9:16
UZEKARIYA 9:16 XHO75
Wóbasindisa abantu bakhe uYehova uThixo wabo ngaloo mini, njengomhlambi; ngokuba bengamatye esithsaba, abengezela emhlabeni wakhe.