IINDUMISO 71:3
IINDUMISO 71:3 XHO75
Yiba liliwa elilikhaya kum, ndize kulo ngamaxesha onke. Uwisé umthetho wokuba ndisindiswe, Ngokuba ingxondorha yam nemboniselo yam nguwe.