IINDUMISO 37:23-24
IINDUMISO 37:23-24 XHO75
Amanyathela omfo aqiniswa nguYehova, Ayithande indlela yakhe. Ewíle, akayi kuqungquluza, Ngokuba nguYehova umxhasi wesandla sakhe.