IINDUMISO 31:19
IINDUMISO 31:19 XHO75
Hayi, ubukhulu bokulunga kwakho, obuqwebele abakoyikayo, Obenzela abazimela ngawe, ebusweni boonyana babantu!