IINDUMISO 30:11-12
IINDUMISO 30:11-12 XHO75
Wakugúqula ukulila kwam, kwaba kukuqamba; Wandikhulula ezirhwexayo, wandibhinqisa uvuyo, Ukuze uzuko lwam luvume ngawe, lungàthi cwaka. Yehova, Thixo wam, ndiya kubulela kuwe ngonaphakade.