IMIZEKELISO 22:22-23
IMIZEKELISO 22:22-23 XHO75
Musa ukusihlutha isisweli ngakuba sisisweli, Ungamtyumzi olusizana esangweni; Kuba uYehova eya kubambana nababambene nabo, Awonakalise umphefumlo wabonákalisa bona.