YouVersion Logo
Search Icon

UMATEYU 7:1-2

UMATEYU 7:1-2 XHO75

Musani ukugweba, ukuze ningagwetywa. Kuba ngogwebo enigweba ngalo, niya kugwetywa kwangalo nani; nangomlinganiselo enilinganisela abanye ngawo, niya kulinganiselwa kwangawo nani.

Verse Image for UMATEYU 7:1-2

UMATEYU 7:1-2 - Musani ukugweba, ukuze ningagwetywa. Kuba ngogwebo enigweba ngalo, niya kugwetywa kwangalo nani; nangomlinganiselo enilinganisela abanye ngawo, niya kulinganiselwa kwangawo nani.

Free Reading Plans and Devotionals related to UMATEYU 7:1-2