UMATEYU 27:51-52
UMATEYU 27:51-52 XHO75
Lasuka ikhuselo lengcwele lakrazuka kubini, lithabathele phezulu lada lesa phantsi; umhlaba wanyikima, namawa acandeka, namangcwaba avuleka, zathi izidumbu ezininzi zabangcwele ababelele zavuka