UYOBHI 8:20-21
UYOBHI 8:20-21 XHO75
Yabona, uThixo akamcekisi ogqibeleleyo, Akababambi ngesandla abenzi bobubi. Úya kuwuzalisa umlomo wakho ngokuhleka, Nemilebe yomlomo wakho ngokuduma: